-ntu
1 2 | enkelvoud | meervoud |
---|---|---|
nominatief | umntu | abantu |
vocatief | mntu | bantu |
locatief | kumntu | kwabantu ebantwini |
predicaat | ngumntu | ngabantu |
negatief predicaat |
asingomntu | asingobantu |
umntu 1
- mens
- Asingomntu njengoThixo.
- «Er is er geen zoals God.»
- Asingomntu njengoThixo.
abantu 2
- mensen, volk
- IsiNgesi lulwimi oluthethwayo ngabantu abaninzi.
- «Engels is een taal die door veel mensen gesproken wordt.»
- IsiNgesi lulwimi oluthethwayo ngabantu abaninzi.
isintu 6
- (Afrikaanse) taal en cultuur, levenswijze.
uluntu 11
- gemeenschap
- «Ukunyhashwa kwamalungelo oluntu.»
- Schending van mensenrechten.
- «Ukunyhashwa kwamalungelo oluntu.»
ubuntu 14
14 | ontelbaar |
---|---|
nominatief | ubuntu |
vocatief | buntu |
locatief | kubuntu |
predicaat | bubuntu |
negatief predicaat |
abubuntu |